1 Izikronike 20:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwabuya kwaliwa namaFilisti. UElihanan unyana kaYahire wambulala uLami, umzalwana kaGoliyati waseGati, oluthi lwentshuntshe yakhe lwalungangomthi wabaluki.

1 Izikronike 20

1 Izikronike 20:4-8