1 Izikronike 20:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emva koko, kwaliwa namaFilisti eGezere; wesuka uSibhekayi umHusha wambulala uSipayi, obe engowoonyana bakaRafa; oyiswa ke.

1 Izikronike 20

1 Izikronike 20:2-5