1 Izikronike 20:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwabuya kwaliwa eGati. Kwakho ndoda iyingxilimbela, eminwe neenzwane zazingamashumi amabini anané; imithandathu sandleni sinye, zintandathu lunyaweni lunye; nayo ibizalwa nguRafa.

1 Izikronike 20

1 Izikronike 20:1-8