1 Izikronike 10:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe. AmaFilisti ambulala uYonatan, noAbhinadabhi, noMalekishuwa, oonyana bakaSawule.

1 Izikronike 10

1 Izikronike 10:1-7