1 Izikronike 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku amaFilisti alwa namaSirayeli; asaba amadoda akwaSirayeli phambi kwamaFilisti, awa engxwelerhiwe ezintabeni zaseGilibhowa.

1 Izikronike 10

1 Izikronike 10:1-7