Umsebenzi Wabathunywa 27:43 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa umphathi wawo, efuna ukusindisa uPawulos, wawanqanda. Endaweni yaloo nto wathi amadoda akwaziyo ukudada makangene emanzini, adadele elunxwemeni;

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:41-44