Umsebenzi Wabathunywa 27:44 Ibhayibhile (XHO96)

baze abaseleyo balandele, bedada ngamaplanga, nangezinye izinto ababenokuzifumana. Xa sisonke ke sasinda ngaloo ndlela, saya kufika elunxwemeni singenawo nomkrwelo.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:34-44