Umsebenzi Wabathunywa 26:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. UAgripa wathi kuPawulos: “Uvumelekile ukuzithethelela.” UPawulos ke waphakamisa isandla, wenjenje ukuziphendulela:

2. “Kumkani Agripa, ndinenyhweba ukuba ndibe ndiza kuziphendulela phambi kwakho namhlanje, kuzo zonke ezi ndawo ndityholwa ngazo ngamaJuda;

Umsebenzi Wabathunywa 26