Umsebenzi Wabathunywa 27:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakuba kugqityiwe ukuba sisiwe ngenqanawa eItali, uPawulos ekunye namanye amabanjwa banikelwa kuJuliyo, owayengumphathi-butho lomkhosi ekuthiwa libutho *likaKhesare.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:1-7