Umsebenzi Wabathunywa 26:1 Ibhayibhile (XHO96)

UAgripa wathi kuPawulos: “Uvumelekile ukuzithethelela.” UPawulos ke waphakamisa isandla, wenjenje ukuziphendulela:

Umsebenzi Wabathunywa 26

Umsebenzi Wabathunywa 26:1-2