Ujeremiya 19:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke liyeza ixesha xa le ndawo ingayi kuba sabizwa ngokuba yiTofeti okanye intili kaBhen-hinom, koko iya kubizwa ngokuba yiNtili yeNtshabalalo.

Ujeremiya 19

Ujeremiya 19:2-15