Ujeremiya 19:5 Ibhayibhile (XHO96)

yaye bakhele uBhali izibingelelo, khon' ukuze apho benze amadini ngabantwana babo. Andizange ndibayalele njalo, kwaye andiyithethanga loo nto; andizange ndiyicinge nokuyicinga oku.

Ujeremiya 19

Ujeremiya 19:1-12