Ujeremiya 19:7 Ibhayibhile (XHO96)

“ ‘Ndiza kuliqhekezela kule ndawo icebo labantu bakwaJuda nabaseJerusalem, ndibawise ngekrele phambi kweentshaba zabo ezizungula ubomi babo. Izidumbu zabo ziza kuba kukudla kweentaka kunye namarhamncwa.

Ujeremiya 19

Ujeremiya 19:5-15