Uisaya 43:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke *uNdikhoyo, umdali wakho, Yakobi, nombumbi wakho, Sirayeli, uthi:“Uze ungaxhali wena, ndikuhlawulele;ndikubize ngegama, ungowam ncakasana.

Uisaya 43

Uisaya 43:1-11