Uisaya 43:2 Ibhayibhile (XHO96)

Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;noba sowuwela imilambo,ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;amadangatye akanakukutshisa wena.

Uisaya 43

Uisaya 43:1-11