Uisaya 42:25 Ibhayibhile (XHO96)

Suka ke wavulela umsindo wakhe,ukuze thina sidad' emfazweni.Utsho ngomsind' odangazelayo,koko uSirayeli tu ukuqonda;suka wavaleka mpela-mpela,akahoya nokuhoya.

Uisaya 42

Uisaya 42:15-25