Uhezekile 37:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kwenza umnqophiso woxolo nabo; uya kuba ngumnqophiso wanaphakade. Ndiya kubazinzisa, ndibenze bande, ize isibingelelo sam sihlale phakathi kwabo naphakade.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:17-28