Uhezekile 37:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ikhaya lam liya kuba phakathi kwabo; ndiya kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:20-28