Uhezekile 37:25 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kuhlala elizweni endalabela isicaka sam uYakobi, ilizwe ababemi kulo ooyihlo. Baya kuhlala apho bona, nabantwana babo, nabantwana babantwana babo naphakade. UDavide isicaka sam uya kuba yinkosi yabo naphakade.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:15-28