2 Yookumkani 23:10 Ibhayibhile (XHO96)

UJosiya wayibhangisa iTofeti eyayikwintili yeBhen-hinom, ukuze ingabi sasetyenziselwa ukwenzela uMoleki amadini ngabantwana.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:8-19