2 Yookumkani 23:9 Ibhayibhile (XHO96)

Nangona ababingeleli beendawo eziphakamileyo zonqulo babengasebenzi kwiqonga likaNdikhoyo eJerusalem, kodwa babesitya isonka esinganyuswanga kunye noogxa babo abangababingeleli.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:1-12