2 Yookumkani 23:11 Ibhayibhile (XHO96)

Apho esangweni elingena endlwini kaNdikhoyo wawasusa loo mahashe ayenikezelwe ngookumkani bakwaJuda elangeni. Ayesenkundleni ngakwigumbi legosa ekwakuthiwa nguNatan-meleki. Neenqwelo ezazinikezelwe kwilanga wazitshisa.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:1-12