2 Kwabasekorinte 6:17-18 Ibhayibhile (XHO96)

17. Ngokunjalo iNkosi ithi:“ ‘Phumani phakathi kwabo,nahlukane nabo.Musani ukuyichukumisa into engcolileyo.Mna ndiya kunamkela.

18. Ndoba nguyihlo,nina nibe ngoonyana neentombi zam,’itsho iNkosi uSomandla.”

2 Kwabasekorinte 6