2 Kwabasekorinte 7:1 Ibhayibhile (XHO96)

Xa ke kanti, mawethu, izithembiso ezinje zenzelwa thina, masizenze sibe nyulu emzimbeni nasemphefumlweni, sibe ngcwele ngokuhlala simoyika uThixo.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:1-8