2 Kwabasekorinte 7:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Xa ke kanti, mawethu, izithembiso ezinje zenzelwa thina, masizenze sibe nyulu emzimbeni nasemphefumlweni, sibe ngcwele ngokuhlala simoyika uThixo.

2. Nize nihlale nindikhumbula. Andonanga mntu, ndingenzakalisanga bani kuni, akukho nabani ndamqhathayo.

2 Kwabasekorinte 7