2 Kwabasekorinte 5:21 Ibhayibhile (XHO96)

Nangona wayengenasono uKrestu, kodwa ngenxa yethu, uThixo wamenza wanenxaxheba kwisono sethu, ukuze thina sithi ngokumanywa naye sibe nenxaxheba ebulungiseni bukaThixo.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:14-21