2 Kwabasekorinte 5:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wonke lo msebenzi wenziwa nguThixo. Nguye othe ngoYesu Krestu wasixolelanisa naye ngokwakhe, wasinika umsebenzi wokuxolelanisa.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:17-21