2 Kwabasekorinte 5:17 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba umntu emanywe noKrestu uba yindalo entsha – isimo esidala yinto yezolo, sekuqaleke isimo esitsha.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:13-21