2 Kwabasekorinte 5:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ngoKrestu uThixo wayelixolelanisa naye ngokwakhe ihlabathi, engasababeki tyala abantu ngezono zabo, waza wasiphathisa umsebenzi woxolelaniso.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:9-20