2 Kwabasekorinte 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ndibhekisa kwabo babonile ngaphambili, kunye nawuphi na ongomnye. Ndandikhe ndatsho kambe kutyelelo lwam lwesibini, kodwa ndiyaphinda nangoku ndingekhoyo ukuthi: xa ndiphinda ukuza apho, akukho bani uya kusinda ekohlwayweni.

2 Kwabasekorinte 13

2 Kwabasekorinte 13:1-6