2 Kwabasekorinte 13:3 Ibhayibhile (XHO96)

Nithi nifuna ukuqinisekiswa ukuba uKrestu uyathetha ngam. Nimazi engelobhetye-bhetye, kodwa enamandla phakathi kwenu.

2 Kwabasekorinte 13

2 Kwabasekorinte 13:1-13