1 Yookumkani 18:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke bayithatha eyabo inkunzana yenkomo, bayixhela, bayixhaxha.Baza ke banqula igama likaBhali, besukela kusasa kwada kwasemini emaqanda, besithi: “Khawuncede usiphendule, Bhali!” Kodwa ke akwabikho mpendulo, akwabikho bani usabelayo. Hayi ke, baxhentsa bejikeleza elo qonga babelenzile.

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:22-28