1 Yookumkani 18:27 Ibhayibhile (XHO96)

Emini emaqanda uEliya waphoxisa ngabo esithi: “Khanibe ngathi niyakhwaza. Kaloku nguthixo lo! Mhlawumbi usaminxwe ziingcinga, okanye ziingxaki, angathi kanti useseluhambeni. Mhlawumbi usalele, abe ke usavuswa.”

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:24-30