1 Yookumkani 18:25 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya wabhekisa kubashumayeli bakaBhali wathi: “Makuqale nina baninzi, nizikhethele inkunzana ibe nye, nizilungiselele yona. Nakugqiba ke, bizani igama lothixo wenu, kodwa ningawuphembi umlilo.”

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:23-35