1 Kwabasetesalonika 3:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ndakungabi nakunyamezela ke ndithumele uTimoti ukuba akhe eze kuqonda ngombandela wokholo lwenu, hleze kuthi kanti unihendile uSathana, ndize mna ndibe ndifane ndabulaleka ndisebenza.

1 Kwabasetesalonika 3

1 Kwabasetesalonika 3:3-13