1 Kwabasetesalonika 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ndatsho kuni oko bendiphakathi kwenu ukuthi simelwe kukubuva ubunzima. Kwenzeke kanye loo nto ke ngoku, njengoko nisazi.

1 Kwabasetesalonika 3

1 Kwabasetesalonika 3:1-9