1 Kwabasetesalonika 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku uTimoti usandul' ukufika evela apho kuni eTesalonika, esiza neendaba ezindonwabisayo, endixelela ngokholo nangothando eninalo. Uthi nisoloko nineengcinga ezintle ngam; yaye uthi nani ninqwenela ukundibona kwanjengokuba ndinqwenela ukunibona nam.

1 Kwabasetesalonika 3

1 Kwabasetesalonika 3:1-8