1 Kwabasekorinte 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

Akubangakho namnye ke wabaphathi beli hlabathi ubazileyo obo bulumko, kuba, ukuba babebazile, ngebengayibethelelanga emnqamlezweni iNkosi enobungangamsha.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:1-13