Kodwa ke kunjengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi:“Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe,nezingathanga qatha ntliziyweni yamntu,zezi kanye uThixo wazilungiselela abo bamthandayo.”