1 Kwabasekorinte 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ndixela ubulumko bukaThixo obungaziwa mntu, awathi uThixo kwangaphambi kokudalwa kwehlabathi wabumisela ukuze sibe nodumo ngenxa yabo.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:2-9