1 Kwabasekorinte 2:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke into endiyithethayo ibubulumko kwabo bavuthiweyo. Kodwa ke obo abububo ubulumko beli phakade, bungebubo nobabaphathi balo ababhangayo.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:1-9