Uzefaniya 3:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathi kodwa, Mawundoyike, uyamkele ingqeqesho, lingànqanyulwa ikhaya lakho, njengako konke endakumisela khona; ke bavuka kusasa, bonakalise ngeentlondi zabo zonke.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:5-10