Uzefaniya 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndizinqámle iintlanga, zichithakele iingqoqo zezindlu zazo. Ndizonakalisile izitrato zazo, ukuba kungabikho udlula ngazo; idilikile imizi yazo, ukuba kungabikho mntu, kungabikho umiyo kuyo.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:4-14