Uzefaniya 2:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi, nokunyelisa koonyana baka-Amon, ababangcikive ngako abantu bam, bazikhulisa emdeni wabo.

Uzefaniya 2

Uzefaniya 2:1-12