Uzefaniya 2:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Loba licandelo lamasalela endlu yakwaYuda; aya kwalúsela kulo, abuthe ezindlwini zaseAshkelon ngokuhlwa; kuba uya kuwavelela uYehova uThixo wawo, akubuyise ukuthinjwa kwawo.

Uzefaniya 2

Uzefaniya 2:1-15