Uzefaniya 2:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nguwo lowo umzi obudlamkile, obuhleli ukholosile, obusithi entlizityweni yawo, Ndim kwaphela, akukho wumbi. Útheni na ukuba ube linxuwa, ube sisikhundla samarhamncwa! Bonke abadlulayo kuwo benza umsondlo, baphekuze ngesandla sabo.

Uzefaniya 2

Uzefaniya 2:11-15