Uzefaniya 2:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iya kubutha phakathi kwayo imihlambi, izinto eziphilileyo nokuba ziziphi, ziziimfidi; ingcwangube nokhwalimanzi balale emanqanamini; kobakho lizwi leemvumi ezifestileni, amazala emibundwini yeminyango; ngokuba ewuhlubile umsebenzi wabo wemisedare.*

Uzefaniya 2

Uzefaniya 2:4-15