Uzefaniya 1:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nesilivere yabo negolide yabo ayisayi kuba nako ukubahlangula ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; lotshiswa lonke ihlabathi ngumlilo wekhwele lakhe. Ngokuba uya kubaphelisa, inene, abènze into ekhwankqisayo bonke abemi behlabathi.

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:8-18