Uzefaniya 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kubabandezela abantu, bahambe ngokweemfama, kuba bonile kuYehova; liphalàzwe igazi labo njengothuli, nenyama yabo njengobulongo.

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:10-18