Uyoweli 2:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bothi bonke abasukuba benqula igama likaYehova, basinde; kuba entabeni yaseZiyon naseYerusalem kuya kubakho abasindileyo, njengoko watshoyo uYehova; naphakathi kwabaseleyo kubekho awobabiza uYehova.

Uyoweli 2

Uyoweli 2:24-32